Xhosa SDA Hymnal No. 185 - Sitsho Futhu Ngelo izwe

+4

No comments posted yet

Comments

Slide 1

185. Ukuba Khona! Sitsho futhi ngelo lizwe Libengezelayo lihle, Siluvum’ uzuko lwalo, Kodwa,Hai,ukuba khona!

Slide 2

Nangendlela zegolide,Iindonga zihonjisiwe, Ubumnandi butshatshele,Kodwa, Hai,ukuba khona!

Slide 3

Apho asikho isono,Sikhululw’ elusizini,Sikhululw’ ezilingweni,Kodwa, Hai,ukuba khona!

Slide 4

Kwanay’ inkonzo yothando,Nezambatho zabangcwele, Nebandla lamazibulo, Kodwa,Hai,ukuba khona!

Slide 5

Kophela konk’ ukukhala,Xa sivuselw’ ebomini,Sobon’ ikhaya elitsha,Elilungiswe yiNkosi.

Slide 6

Apho kulo mzi ungcwele,Kukho nempepho emnandi, Apho akukho lusizi, Akukho kufa khon’ apho.

Slide 7

Naphakathi kwaba Yeha,Lungel’ izulu moya wam, Kamsinya ndiyakwazi nam,Ndikwazi ukuba khona.

Slide 8

Siyaphila kulo mazwe,Sinobo buhle bezulu, Nabangcwele,nengelosi,NoYesu woba khon’ apho.

Summary: Sitsho Futhi ngelo izwe, libengezelayo lihle

Tags: sitsho futhi ngelo izwe libengezelayo lihle

URL:
More by this User
Most Viewed