|
|
188. Umoni Omkhulu Ndingumoni omkhulu, U-Yesu wandifela, Ukuze ndidle ubom,
Ndingafumani kufa; Njenge-sebe emthini, Ndingo wakhe ungo wam.
O, thando luka-Yesu! Luphakamel’ izulu, Lunzulu kuno lwandle,
Lumi ngona-phakade; Thando olwa-ndizuza! Ndandinga lufuni mna.
Ndingumoni omkhulu, ’Kristu unto zonke kum; Uyazaz’ intsizi zam,
Nentswelo zam zezakhe; Nakuwo lamadabi Ubuxhas’ ubomi bam.
by ukristuengomeni | Modified: 1 year ago
Language: Xhosa | Topic: Music & Video
| 14 Views | 40 Downloads |
Summary: Xhosa SDA Hymnal - Ndingumoni Omkhulu
| URL: |
No comments posted yet
Comments